1 Kumkani 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Uze ungamshiyi ungamohlwayanga,+ kuba uyindoda esisilumko+ kwaye ukwazi kakuhle omele ukwenze kuye, yaye umele uzihlisele eShiyol zinegazi+ izimvi+ zakhe.” 1 Kumkani 2:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela ngoBhenaya+ unyana kaYehoyada; yaye wamhlasela, kangangokude afe.+ 1 Kumkani 2:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango.
9 Uze ungamshiyi ungamohlwayanga,+ kuba uyindoda esisilumko+ kwaye ukwazi kakuhle omele ukwenze kuye, yaye umele uzihlisele eShiyol zinegazi+ izimvi+ zakhe.”
25 Ngoko nangoko uKumkani uSolomon wathumela ngoBhenaya+ unyana kaYehoyada; yaye wamhlasela, kangangokude afe.+
34 Waza uBhenaya unyana kaYehoyada wenyuka+ waya kumhlasela, wambulala;+ kwaye wangcwatywa endlwini yakhe entlango.