IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 12:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 kodwa endaweni leyo aya kuyinyula uYehova uThixo wenu ezizweni zenu zonke ukuba alimise khona igama lakhe, ukuba lihlale khona, kulapho niya kumfuna khona, niye khona.+

  • 1 Kumkani 11:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuphela nje andiyi kubukrazula bonke ubukumkani.+ Esinye isizwe ndiya kusinika unyana wakho, ngenxa kaDavide umkhonzi wam+ nangenxa yeYerusalem endiyinyulileyo.”+

  • 2 Kumkani 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+

  • 2 Kumkani 23:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Kodwa uYehova wathi: “NoYuda+ ndiya kumshenxisa phambi kwam,+ kanye njengoko ndimshenxisile uSirayeli;+ yaye ngokuqinisekileyo ndiya kusigatya esi sixeko ndisinyulileyo, yona kanye iYerusalem, nendlu endithe ngayo, ‘Igama lam liya kuqhubeka lilapho.’”+

  • INdumiso 132:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Kuba uYehova unyule iZiyon;+

      Uyilangazelele ukuba ibe yindawo yakhe yokuhlala:+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share