Eksodus 19:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+ Eksodus 24:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+ Duteronomi 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYehova uThixo wethu wenza umnqophiso nathi eHorebhe.+ Duteronomi 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngawo la amazwi omnqophiso uYehova awayalela ngawo uMoses ukuba awenze noonyana bakaSirayeli ezweni lakwaMowabhi ngaphandle komnqophiso awawenzayo nabo eHorebhe.+ Yeremiya 31:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndenze umnqophiso omtsha+ nendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda;+
5 Ngoku ke ukuba nithe nalithobela+ okunene ilizwi lam, nawugcina ngenene umnqophiso wam,+ ngokuqinisekileyo noba yinqobo kum kwizizwana zonke,+ kuba umhlaba uphela ngowam.+
7 Ekugqibeleni wathabatha incwadi yomnqophiso+ waza wayifunda ezindlebeni zabantu.+ Bathi bona: “Sikulungele ukukwenza nokukuthobela konke akuthethileyo uYehova.”+
29 Ngawo la amazwi omnqophiso uYehova awayalela ngawo uMoses ukuba awenze noonyana bakaSirayeli ezweni lakwaMowabhi ngaphandle komnqophiso awawenzayo nabo eHorebhe.+
31 “Khangela! Kuza imihla,” utsho uYehova, “endiya kuthi ngayo ndenze umnqophiso omtsha+ nendlu kaSirayeli+ nendlu kaYuda;+