2 Samuweli 22:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,+Ndaqhubeka ndibiza kuThixo wam.+Wandula ke yena esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Ngokukhalela kwam uncedo ezindlebeni zakhe.+ 2 Kronike 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+ Yobhi 5:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ezimbandezelweni ezintandathu uya kukuhlangula,+Yaye kwezisixhenxe akukho nto yenzakalisayo iya kukuchukumisa.+ Hoseya 5:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+
7 Ekubandezelekeni kwam ndaqhubeka ndibiza kuYehova,+Ndaqhubeka ndibiza kuThixo wam.+Wandula ke yena esetempileni yakhe waliva ilizwi lam,+Ngokukhalela kwam uncedo ezindlebeni zakhe.+
9 ‘Ukuba kungeza intlekele,+ ikrele, umgwebo oqatha, okanye indyikitya yokufa+ okanye indlala,+ masime phambi kwale ndlu+ phambi kwakho (kuba igama lakho+ likule ndlu), ukuze simemeze kuwe sicele uncedo siphume ekubandezelekeni kwethu, uve uze usindise.’+
19 Ezimbandezelweni ezintandathu uya kukuhlangula,+Yaye kwezisixhenxe akukho nto yenzakalisayo iya kukuchukumisa.+
15 Ndiya kuhamba, ndibuyele endaweni yam de balithwale ityala labo;+ ngokuqinisekileyo baya kubufuna ubuso bam.+ Xa besengxakini enkulu,+ baya kundifuna.”+