1 Kumkani 11:43 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kumkani 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekugqibeleni uAsa walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide ukhokho wakhe;+ waza uYehoshafati+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe. 1 Kumkani 22:50 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 50 Ekugqibeleni uYehoshafati walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide+ ukhokho wakhe; yaye uYehoram+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
43 Wandula ke uSolomon walala kookhokho bakhe,+ waza wangcwatyelwa kwisiXeko sikaDavide uyise;+ waza uRehobhoham+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
24 Ekugqibeleni uAsa walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide ukhokho wakhe;+ waza uYehoshafati+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
50 Ekugqibeleni uYehoshafati walala kookhokho bakhe+ waza wangcwatywa nookhokho bakhe kwisiXeko sikaDavide+ ukhokho wakhe; yaye uYehoram+ unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.