2 Kumkani 18:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli uHezekiya+ unyana ka-Ahazi+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani. 1 Kronike 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 uAhazi+ unyana wakhe, uHezekiya+ unyana wakhe, uManase+ unyana wakhe 2 Kronike 29:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 UHezekiya+ waba ngukumkani eneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala, yaye walawula eYerusalem iminyaka engamashumi amabini anesithoba. Igama likanina lalinguAbhiya intombi kaZekariya.+ Isaya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+ Hoseya 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli. Mateyu 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 u-Uziya wazala uYotham;uYotham+ wazala uAhazi;+uAhazi wazala uHezekiya;+
18 Kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya+ unyana kaElaha ukumkani wakwaSirayeli uHezekiya+ unyana ka-Ahazi+ ukumkani wakwaYuda waba ngukumkani.
29 UHezekiya+ waba ngukumkani eneminyaka engamashumi amabini anesihlanu ubudala, yaye walawula eYerusalem iminyaka engamashumi amabini anesithoba. Igama likanina lalinguAbhiya intombi kaZekariya.+
1 Umbono+ kaIsaya+ unyana ka-Amotsi awawubonayo ngokuphathelele uYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+
1 Ilizwi likaYehova+ elafika kuHoseya+ unyana kaBheri ngemihla+ kaUziya,+ kaYotham,+ ka-Ahazi+ noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda, nangemihla kaYerobhoham+ unyana kaYowashe,+ ukumkani wakwaSirayeli.