1 Kumkani 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+ 2 Kronike 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 USolomon unyana kaDavide waqhubeka efumana amandla ebukumkanini bakhe,+ yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye+ waza waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo.+
12 khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kwenza ngokuvumelana namazwi akho.+ Khangela! ngokuqinisekileyo ndiya kukunika intliziyo elumkileyo nenokuqonda,+ ukuze kungabikho onjengawe phambi kwakho, nasemva kwakho kungaveli onjengawe.+
1 USolomon unyana kaDavide waqhubeka efumana amandla ebukumkanini bakhe,+ yaye uYehova uThixo wakhe wayenaye+ waza waqhubeka emenza mkhulu ngokugqwesileyo.+