Yoshuwa 17:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.” ABagwebi 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye umLevi othile wayengumhlali wokwexeshana kweyona mimandla ithe qelele yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Ekuhambeni kwexesha wazithabathela ishweshwe+ laseBhetelehem+ yelakwaYuda ukuba libe ngumfazi wakhe.
15 UYoshuwa wathi kubo: “Ukuba nisisizwana esikhulu, nyukani niye ehlathini, nize nizihlahlele lona apho kwilizwe lamaPerizi+ namaRefa,+ ngenxa yokuba ummandla weentaba+ wakwaEfrayim uye waba mxinwa kakhulu kuni.”
19 Ke kaloku ngaloo mihla kwakungekho kumkani kwaSirayeli.+ Yaye umLevi othile wayengumhlali wokwexeshana kweyona mimandla ithe qelele yommandla weentaba wakwaEfrayim.+ Ekuhambeni kwexesha wazithabathela ishweshwe+ laseBhetelehem+ yelakwaYuda ukuba libe ngumfazi wakhe.