IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 52:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Phulaphula! Abalindi bakho+ baliphakamisile ilizwi labo.+ Ngazwinye baqhubeka bememelela ngovuyo; kuba baya kukubona ngamehlo+ ukuyibuyisela kukaYehova iZiyon.+

  • Filipi 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngoko ke, ukuziphatha kwenu makube kokuzifaneleyo+ iindaba ezilungileyo ezingoKRISTU, ukuze, enoba ndizile ukuza kunibona okanye andizanga, ndive ngokuphathelele nina, ukuba nimi niqinile moyeni mnye,+ nizama kunye ngamphefumlo mnye ngenxa yokholo kwiindaba ezilungileyo,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share