IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 9:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “‘Ukuba umphambukeli uthe wahlala nani njengomphambukeli, naye umele awulungiselele umbingelelo wepasika kuYehova.+ Ufanele awenze ngokommiselo wepasika nangokwenkqubo yawo eqhelekileyo.+ Ummiselo woba mnye kuni, kokubini kumphambukeli nakwinzalelwane yelizwe.’”+

  • Yoshuwa 9:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngako oko uYoshuwa wawamisela+ ngaloo mini ukuba abe ngabathezi beenkuni nabakhi bamanzi bendibano+ nesibingelelo sikaYehova, kude kube namhla, kwindawo athe wayinyula.+

  • Isaya 56:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 “Nabasemzini abaye bazihlanganisa kuYehova ukuze balungiselele kuye+ nokuze bathande igama likaYehova,+ ukuze babe ngabakhonzi kuye, bonke abo bagcina isabatha ukuze bangayihlambeli nababamba umnqophiso wam,+

  • Yohane 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke kaloku kwakukho namaGrike+ athile phakathi kwabo babenyuke beza kunqula emthendelekweni.

  • IZenzo 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ngako oko wesuka wahamba, yaye, khangela! ithenwa+ elingumTiyopiya,+ indoda esemagunyeni phantsi kukaKandase ukumkanikazi wamaTiyopiya, neyayiphathiswe bonke ubuncwane bakhe. Laliye eYerusalem ukuya kunqula,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share