1 Kronike 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 noBhakebhakare, uHereshe noGalali, noMataniya+ unyana kaMikha+ unyana kaZikri+ unyana ka-Asafu,+ Nehemiya 12:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye abaLevi yayinguYeshuwa,+ uBhinuwi,+ uKademiyeli,+ uSherebhiya, uYuda, uMataniya,+ owayongamele imibulelo, yena nabazalwana bakhe. Nehemiya 13:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndaza ndabeka uShelemiya umbingeleli noTsadoki umkhupheli noPedaya wakubaLevi ukuba baphathe oovimba; ababephantsi kolawulo lwabo yayinguHanan unyana kaZakure unyana kaMataniya,+ kuba babegqalwa njengabathembekileyo;+ yaye kwakuphezu kwabo ukwabela+ abantakwabo.
8 Yaye abaLevi yayinguYeshuwa,+ uBhinuwi,+ uKademiyeli,+ uSherebhiya, uYuda, uMataniya,+ owayongamele imibulelo, yena nabazalwana bakhe.
13 Ndaza ndabeka uShelemiya umbingeleli noTsadoki umkhupheli noPedaya wakubaLevi ukuba baphathe oovimba; ababephantsi kolawulo lwabo yayinguHanan unyana kaZakure unyana kaMataniya,+ kuba babegqalwa njengabathembekileyo;+ yaye kwakuphezu kwabo ukwabela+ abantakwabo.