IMizekeliso 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Isilumko siyoyika size simke ebubini,+ kodwa isiyatha siyavutha ngumsindo sizithembile.+ IMizekeliso 28:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Unoyolo umntu onkwantya rhoqo,+ kodwa oyenza lukhuni intliziyo yakhe uya kuwela kwintlekele.+ Isaya 30:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “Yeha ke oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova, “abo batyekele ekuphumezeni icebo, kodwa ingelilo elivela kum;+ nokuthulula umnikelo othululwayo, kodwa kungekhona ngomoya wam, ukuze bongeze isono kwisono;+ Daniyeli 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+ Zekariya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+ Roma 2:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+ 1 Korinte 10:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Okanye “simenza abe nekhwele na uYehova”?+ Asomelelanga ngakumbi kunaye,+ andibi kunjalo?
30 “Yeha ke oonyana abaneenkani,”+ utsho uYehova, “abo batyekele ekuphumezeni icebo, kodwa ingelilo elivela kum;+ nokuthulula umnikelo othululwayo, kodwa kungekhona ngomoya wam, ukuze bongeze isono kwisono;+
20 Kodwa wathi akuba nekratshi, yakhukhumala intliziyo yakhe kukuzidla,+ wahliswa etroneni yobukumkani bakhe, sahluthwa nesidima sakhe kuye.+
12 Nentliziyo yabo+ bayenza ilitye elilukhuni ukuze bangawuthobeli umthetho+ namazwi uYehova wemikhosi awawathumela ngomoya wakhe,+ ngabaprofeti bangaphambili;+ kangangokuba wacaphuka kakhulu uYehova wemikhosi.”+
5 Kodwa ngenxa yokuba lukhuni+ kwakho nokuba nentliziyo engaguqukiyo+ uziqwebela ingqumbo+ ngomhla wengqumbo+ nowokutyhilwa+ komgwebo kaThixo wobulungisa.+