IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 66:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba usihlolisisile, Thixo;+

      Usisulungekisile njengaxa kusulungekiswa isilivere.+

  • INdumiso 94:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Inoyolo indoda eyomeleleyo oyilungisayo,+ wena Ya,

      Naleyo uyifundisa umthetho wakho,+

  • Isaya 53:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.

  • 2 Korinte 6:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 njengabangaziwayo ukanti saziwa kakuhle,+ njengabafayo ukanti, khangela! siyaphila,+ njengabaqeqeshwayo+ ukanti asinikelwa kufeni,+

  • Hebhere 12:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 kuba lowo uYehova amthandayo uyamqeqesha; enyanisweni, uyamtyakatya wonke ubani amamkela njengonyana.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share