1 Samuweli 24:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi. 1 Samuweli 26:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 NoSawule ke wathi: “Ndonile.+ Buya, nyana wam Davide, kuba andisayi kuba sakwenzakalisa, ngenxa yokuba umphefumlo wam ubuxabisekile+ emehlweni akho ngale mini. Khangela! Ndenze ngobudenge yaye ndiphazame kakhulu.”
17 Wahlabela mgama wathi kuDavide: “Ulilungisa ngakumbi kunam,+ kuba undenzele okulungileyo,+ kanti mna ndikwenzele ububi.
21 NoSawule ke wathi: “Ndonile.+ Buya, nyana wam Davide, kuba andisayi kuba sakwenzakalisa, ngenxa yokuba umphefumlo wam ubuxabisekile+ emehlweni akho ngale mini. Khangela! Ndenze ngobudenge yaye ndiphazame kakhulu.”