Genesis 24:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lona lathi: “Sela, nkosi yam.” Latsho liyihlisa ngokukhawuleza ingqayi yalo, layibamba ngesandla laza lamseza.+ Yoshuwa 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 (Noko ke, lona, laliwanyusele eluphahleni,+ lawafihla phakathi kweendiza zeflakisi ezazibekwe zazizithungu phezu kophahla.) 2 Kumkani 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Nceda, masenze igumbi elincinane eliseluphahleni eludongeni+ size siyibekele isingqengqelo netafile nesihlalo nesiphatho sezibane;+ yaye kuya kuthi nanini na isiza kuthi iphambukele apho.”+ IZenzo 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ke kaloku xa yena nendlu yakhe babhaptizwayo,+ wathi ngelibongozayo: “Ukuba nindigwebe ndingothembekileyo kuYehova, ngenani endlwini yam nize nihlale.”+ Yaye wasicenga ukuba siye.+
18 Lona lathi: “Sela, nkosi yam.” Latsho liyihlisa ngokukhawuleza ingqayi yalo, layibamba ngesandla laza lamseza.+
6 (Noko ke, lona, laliwanyusele eluphahleni,+ lawafihla phakathi kweendiza zeflakisi ezazibekwe zazizithungu phezu kophahla.)
10 Nceda, masenze igumbi elincinane eliseluphahleni eludongeni+ size siyibekele isingqengqelo netafile nesihlalo nesiphatho sezibane;+ yaye kuya kuthi nanini na isiza kuthi iphambukele apho.”+
15 Ke kaloku xa yena nendlu yakhe babhaptizwayo,+ wathi ngelibongozayo: “Ukuba nindigwebe ndingothembekileyo kuYehova, ngenani endlwini yam nize nihlale.”+ Yaye wasicenga ukuba siye.+