IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 lawo ukumkani wayewanike amaYuda awayekwizixeko ezahlukahlukeneyo ukuba azihlanganise+ amele imiphefumlo yawo, ukuze abhubhise, abulale wonke umkhosi wabantu+ namaphondo awayebonakalisa ubutshaba kuwo, abantwana nabafazi, nokuze aphange amaxhoba abo,+

  • IMizekeliso 10:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Ulindelo lwamalungisa luluvuyo,+ kodwa ithemba labangendawo liya kutshabalala.+

  • Daniyeli 3:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Ahlanganisana amabamba, nabathetheli, neerhuluneli, namagosa aphakamileyo+ kakumkani, aza abona ukuba umlilo awubanga namandla emizimbeni+ yala madoda omeleleyo, yaye kwakungarhawukanga nonwele olu lwentloko yawo,+ kwaneengubo zawo zokwaleka zazingatshintshanga, engenalo nevumba eli lomlilo.

  • Daniyeli 6:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wachulumanca kakhulu ke ukumkani,+ waza wayalela ukuba uDaniyeli akhutshwe apho emhadini. Akukhutshwa ke uDaniyeli, wafumaniseka engenawo nomkrwelo lo, kuba wayekholose ngoThixo wakhe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share