IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 4:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kuba wayenobukhosi kuyo yonke into eyayinganeno koMlambo+, ukusuka eTifesa ukuya eGaza,+ kwanakubo bonke ookumkani ababenganeno koMlambo;+ kwaye waba noxolo+ kuyo yonke imimandla yakhe, macala onke.

  • INdumiso 37:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kodwa abalulamileyo baya kuwudla ilifa umhlaba,+

      Baziyolise ngokugqibeleleyo ngobuninzi boxolo.+

  • Isaya 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngokuqinisekileyo uya kugweba phakathi kweentlanga+ aze alungelelanise imicimbi+ phakathi kwezizwana ezininzi.+ Ziwakhande amakrele azo abe ngamakhuba nemikhonto yazo ibe zizikere zokuthena imithi.+ Uhlanga aluyi kuphakamisela uhlanga ikrele, zingayi kuphinda zifunde nemfazwe kwakhona.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share