1 Samuweli 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+ INdumiso 82:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Vuka, Thixo, ugwebe umhlaba;+Kuba wena ufanele uzenze ilifa zonke iintlanga.+ INdumiso 96:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+ INdumiso 110:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Uya kuphumeza umgwebo phakathi kweentlanga;+Uya kubangela ukuba kuzale izidumbu.+Ngokuqinisekileyo uya kumqhekeza lowo uyintloko kwilizwe elikhulu.+ IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
10 Ke yena uYehova, baya kunkwantya abo basukuzana naye;+Uya kubadudumela esemazulwini.+UYehova uya kugweba iziphelo zomhlaba,+Ukuze abe nokunika ukumkani wakhe amandla,+Ukuze abe nokuluphakamisa uphondo lothanjisiweyo wakhe.”+
13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+
6 Uya kuphumeza umgwebo phakathi kweentlanga;+Uya kubangela ukuba kuzale izidumbu.+Ngokuqinisekileyo uya kumqhekeza lowo uyintloko kwilizwe elikhulu.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”