INdumiso 49:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+ INtshumayeli 2:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ndathi ke mna entliziyweni yam:+ “Njengoko isiphelo sisifikela isidenge+ siya kundifikela nam, ewe, mna.”+ Kutheni, ke ngoko, ndiye ndalumka kakhulu+ ngelo xesha? Ndaza ndathi entliziyweni yam: “Kwanako oku kungamampunge.”
10 Kuba uyabona ukuba kwanosisilumko uyafa,+Kunye nosisiyatha nalowo ungaqiqiyo uyatshabalala,+Yaye bafanele babushiye kwabanye ubuncwane babo.+
15 Ndathi ke mna entliziyweni yam:+ “Njengoko isiphelo sisifikela isidenge+ siya kundifikela nam, ewe, mna.”+ Kutheni, ke ngoko, ndiye ndalumka kakhulu+ ngelo xesha? Ndaza ndathi entliziyweni yam: “Kwanako oku kungamampunge.”