-
Yeremiya 31:12INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
12 Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuza bamemelele ngovuyo kwindawo ephakamileyo yaseZiyon+ baze bakhazimle ngenxa yokulunga kukaYehova,+ ngenxa yokudla okuziinkozo nangenxa yewayini entsha+ nangenxa yeoli nangenxa yamathole omhlambi neenkomo.+ Nomphefumlo wabo uya kusuka ube njengomyezo onamanzi amaninzi,+ yaye abayi kuba sadangala kwakhona.”+
-
-
Yeremiya 33:11INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
11 isandi sokugcoba nesandi semihlali,+ ilizwi lomyeni nelizwi lomtshakazi, ilizwi labo bathi: “Bongani uYehova wemikhosi, kuba uYehova ulungile;+ kuba ububele bothando bobakhe ukusa kwixesha elingenammiselo!”’+
“‘Baya kuba bezise umnikelo wokubulela endlwini kaYehova,+ kuba ndiya kubabuyisa abathinjwa belizwe kanye njengasekuqaleni,’+ utsho uYehova.”
-