INdumiso 122:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ezinyuke zaya kuso izizwe,+Izizwe zikaYa,+Njengesikhumbuzo kuSirayeli+Ukuba abulele egameni likaYehova.+ Isaya 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuqinisekileyo izizwana ezininzi ziya kuhamba zisithi: “Yizani,+ masinyuke siye entabeni kaYehova, endlwini kaTHIXO kaYakobi; asiyalele ngeendlela zakhe, ukuze sihambe emendweni wakhe.”+ Kuba kuya kuphuma umthetho eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.+ Isaya 25:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova wemikhosi uya kwenzela zonke izizwana,+ kule ntaba,+ isidlo sokutya okuneoli eninzi,+ isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho, sokutya okuneoli eninzi okuzaliswe ngumongo,+ sewayini+ egcinwe ngeentsipho, yahluzwa.+ Isaya 52:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+ Yeremiya 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngelo xesha baya kuyibiza iYerusalem ngokuba yitrone kaYehova;+ yaye zonke iintlanga zimele zibuthelwe ndawonye+ kuyo egameni likaYehova eYerusalem,+ zingabi salandela ubulukhuni bentliziyo yazo embi.”+
4 Ezinyuke zaya kuso izizwe,+Izizwe zikaYa,+Njengesikhumbuzo kuSirayeli+Ukuba abulele egameni likaYehova.+
3 Ngokuqinisekileyo izizwana ezininzi ziya kuhamba zisithi: “Yizani,+ masinyuke siye entabeni kaYehova, endlwini kaTHIXO kaYakobi; asiyalele ngeendlela zakhe, ukuze sihambe emendweni wakhe.”+ Kuba kuya kuphuma umthetho eZiyon, nelizwi likaYehova eYerusalem.+
6 Yaye ngokuqinisekileyo uYehova wemikhosi uya kwenzela zonke izizwana,+ kule ntaba,+ isidlo sokutya okuneoli eninzi,+ isidlo sewayini egcinwe ngeentsipho, sokutya okuneoli eninzi okuzaliswe ngumongo,+ sewayini+ egcinwe ngeentsipho, yahluzwa.+
52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+
17 Ngelo xesha baya kuyibiza iYerusalem ngokuba yitrone kaYehova;+ yaye zonke iintlanga zimele zibuthelwe ndawonye+ kuyo egameni likaYehova eYerusalem,+ zingabi salandela ubulukhuni bentliziyo yazo embi.”+