2 Kumkani 21:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+ Isaya 28:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ndiza kwenza okusesikweni ulutya lokulinganisa+ nobulungisa+ isixhobo sokulinganisa; yaye isichotho+ simele sitshayele indawo yokusabela yobuxoki,+ namanzi aya kukhukulisa yona kanye indawo yokuzifihla.+ IZililo 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UYehova ucinge ukonakalisa udonga+ lwentombi yaseZiyon.Ulolule ulutya lokulinganisa.+ Akasibuyisanga isandla sakhe ekuginyeni.+Yaye ubangela ukuba ungqameko nodonga zizile.+ Xa zonke ziya kuphelelwa.
13 Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kolulela eYerusalem ulutya lokulinganisa+ olwalusetyenziswe eSamariya+ nesixhobo sokulinganisa esasisetyenziswe endlwini ka-Ahabhi;+ ndiya kuyisula+ icoceke iYerusalem kanye njengoko ubani esisula sicoceke isitya esingenamqheba, esisula sicoceke aze asiqubude.+
17 Ndiza kwenza okusesikweni ulutya lokulinganisa+ nobulungisa+ isixhobo sokulinganisa; yaye isichotho+ simele sitshayele indawo yokusabela yobuxoki,+ namanzi aya kukhukulisa yona kanye indawo yokuzifihla.+
8 UYehova ucinge ukonakalisa udonga+ lwentombi yaseZiyon.Ulolule ulutya lokulinganisa.+ Akasibuyisanga isandla sakhe ekuginyeni.+Yaye ubangela ukuba ungqameko nodonga zizile.+ Xa zonke ziya kuphelelwa.