Levitikus 26:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Niya kutshabalala phakathi kweentlanga,+ lize linidle linigqibe ilizwe leentshaba zenu. Yeremiya 16:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ndiza kunilahla nisuke kweli lizwe+ niye kwilizwe eningalaziyo nina,+ kwanooyihlo, yaye apho kuya kufuneka nikhonze abanye oothixo+ imini nobusuku, ngenxa yokuba andiyi kunibabala.”’ Yeremiya 17:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kwaye uyaliyeka, ngokuzithandela kwakho, ilifa endakunika lona.+ Ngoko ke ndiza kukwenza ukhonze iintshaba zakho kwilizwe ongalazanga;+ kuba niye naphenjwa njengomlilo ngomsindo wam.+ Uya kuhlala uphenjiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.” Amosi 5:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ndiza kunibangela niye ekuthinjweni ngaphaya kweDamasko,’+ utsho lowo ugama lakhe linguYehova uTHIXO wemikhosi.”+
13 Ndiza kunilahla nisuke kweli lizwe+ niye kwilizwe eningalaziyo nina,+ kwanooyihlo, yaye apho kuya kufuneka nikhonze abanye oothixo+ imini nobusuku, ngenxa yokuba andiyi kunibabala.”’
4 Kwaye uyaliyeka, ngokuzithandela kwakho, ilifa endakunika lona.+ Ngoko ke ndiza kukwenza ukhonze iintshaba zakho kwilizwe ongalazanga;+ kuba niye naphenjwa njengomlilo ngomsindo wam.+ Uya kuhlala uphenjiwe ukusa kwixesha elingenammiselo.”
27 Ndiza kunibangela niye ekuthinjweni ngaphaya kweDamasko,’+ utsho lowo ugama lakhe linguYehova uTHIXO wemikhosi.”+