IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 18:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 ndide ndifike ndinithabathele kwilizwe elinjengelizwe lenu,+ ilizwe lokudla okuziinkozo newayini entsha, ilizwe lesonka+ nezidiliya,+ ilizwe leminquma nobusi;+ nize niqhubeke niphila ningafi. Ningamphulaphuli uHezekiya, kuba uyanilukuhla, esithi, ‘UYehova uya kusihlangula.’+

  • 2 Kronike 32:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wabhala neencwadi+ zokungcikiva uYehova uTHIXO kaSirayeli+ wathetha nxamnye naye, esithi: “Njengoothixo beentlanga+ zala mazwe abangabahlangulanga abantu babo esandleni sam,+ ngoko noTHIXO kaHezekiya akayi kubahlangula abantu bakhe esandleni sam.”

  • Isaya 10:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Kuya kuthi xa uYehova enqumla wonke umsebenzi wakhe eNtabeni yeZiyon naseYerusalem, ndenze kuphendulwe ngesiqhamo sokusa kwentliziyo kakumkani waseAsiriya nokuzigwagwisa ngokuphakama kwamehlo akhe.+

  • Isaya 36:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ukuze uHezekiya anganilukuhli,+ esithi, ‘UYehova uya kusihlangula.’ Ngaba ngamnye koothixo beentlanga uye walihlangula ilizwe lakhe esandleni sokumkani waseAsiriya?+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share