1 Kumkani 15:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba, ngenxa kaDavide,+ uYehova uThixo wakhe wamnika isibane+ eYerusalem ngokuvelisa unyana wakhe emva kwakhe nokugcina iYerusalem ikho,+ 2 Kumkani 19:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+ Yeremiya 30:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo baya kumkhonza uYehova uThixo wabo noDavide ukumkani wabo,+ lowo ndiya kubavelisela yena.”+ Hezekile 37:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+
4 Kuba, ngenxa kaDavide,+ uYehova uThixo wakhe wamnika isibane+ eYerusalem ngokuvelisa unyana wakhe emva kwakhe nokugcina iYerusalem ikho,+
34 Ngokuqinisekileyo ndiya kusikhusela+ esi sixeko ukuze ndisisindise ngenxa yam+ nangenxa kaDavide umkhonzi wam.”’”+
9 Ngokuqinisekileyo baya kumkhonza uYehova uThixo wabo noDavide ukumkani wabo,+ lowo ndiya kubavelisela yena.”+
24 “‘“Nomkhonzi wam uDavide uya kuba ngukumkani phezu kwabo,+ yaye bonke baya kuba nomalusi omnye;+ baya kuhamba ngezigwebo zam,+ nemimiselo yam baya kuyigcina,+ kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyenza.+