Isaya 43:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Mna ndixelile, ndasindisa, ndavakalisa,+ kungekho thixo+ wumbi phakathi kwenu. Ngoko nina ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “yaye mna ndinguThixo.+ Isaya 44:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’” Yohane 15:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 nize nani ninikele ubungqina,+ ngenxa yokuba beninam kwasekuqaleni. IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ 1 Korinte 15:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Ngaphezu koko, nathi soba singqina ubuxoki ngoThixo,+ ngenxa yokuba sinikele ubungqina+ nxamnye noThixo bokuba umvusile uKRISTU,+ angamvusanga, ukuba abafileyo ngokwenene abayi kuvuswa.+ ISityhilelo 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “Izibulo kwabafileyo,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo nowasikhululayo+ kwizono zethu ngegazi+ lakhe—
12 “Mna ndixelile, ndasindisa, ndavakalisa,+ kungekho thixo+ wumbi phakathi kwenu. Ngoko nina ningamangqina am,”+ utsho uYehova, “yaye mna ndinguThixo.+
8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
15 Ngaphezu koko, nathi soba singqina ubuxoki ngoThixo,+ ngenxa yokuba sinikele ubungqina+ nxamnye noThixo bokuba umvusile uKRISTU,+ angamvusanga, ukuba abafileyo ngokwenene abayi kuvuswa.+
5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “Izibulo kwabafileyo,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo nowasikhululayo+ kwizono zethu ngegazi+ lakhe—