Isaya 29:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Yeremiya 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Yaye mna ndithe, ‘Hayi indlela endikubeke ngayo phakathi koonyana ndaza ndakunika ilizwe elinqwenelekayo,+ ilifa lesihombo semikhosi yeentlanga!’ Ndaza ngokubhekele phaya ndathi, ‘Niya kundibiza ngokuthi, “Bawo!”+ yaye aniyi kubuya ekundilandeleni.’ Hoseya 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+ Galati 3:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+
23 kuba xa ebona abantwana bakhe, umsebenzi wezandla zam, phakathi kwakhe,+ baya kulingcwalisa igama lam,+ yaye ngokuqinisekileyo baya kumngcwalisa Lowo Ungcwele kaYakobi,+ bamgqale ngoloyiko uTHIXO kaSirayeli.+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
19 Yaye mna ndithe, ‘Hayi indlela endikubeke ngayo phakathi koonyana ndaza ndakunika ilizwe elinqwenelekayo,+ ilifa lesihombo semikhosi yeentlanga!’ Ndaza ngokubhekele phaya ndathi, ‘Niya kundibiza ngokuthi, “Bawo!”+ yaye aniyi kubuya ekundilandeleni.’
10 “Inani loonyana bakaSirayeli liya kuba njengentlabathi yolwandle engenakulinganiswa okanye ibalwe.+ Endaweni yokuba kuthiwe kubo, ‘Aningobantu bam,’+ njengoko bekufudulwa kusitshiwo, kothiwa kubo, ‘Ningoonyana boTHIXO ophilayo.’+
29 Ngaphezu koko, ukuba ningabakaKristu, ngokwenene niyimbewu ka-Abraham,+ iindlalifa ngokwesithembiso.+