INdumiso 22:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+ Isaya 53:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.
22 Thixo wam, Thixo wam, undishiyeleni na?+Kutheni na ukude ukuba ungandisindisa,+Kumazwi okugcuma kwam?+
10 Kodwa uYehova wayoliswa kukumtyumza;+ wamgulisa.+ Ukuba uya kuwumisa umphefumlo wakhe ube ngumnikelo wetyala,+ uya kuyibona inzala yakhe,+ uya kuyolula imihla yakhe,+ kwaye esandleni sakhe kuya kuphumelela+ oko kuluyolo+ kuYehova.