-
Isaya 59:21INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
21 “Mna ke, nguwo lo umnqophiso wam nabo,”+ utsho uYehova.
“Umoya wam ophezu kwakho+ namazwi am endiwabeke emlonyeni wakho+—akayi kushenxiswa emlonyeni wakho okanye emlonyeni wenzala yakho okanye emlonyeni wenzala yenzala yakho,” utsho uYehova, “ukususela ngoku kuse phambili kwixesha elingenammiselo.”+
-