Duteronomi 32:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Bamkhweletisa+ ngoothixo basemzini;+Bamcaphukisa ngezinto ezicekisekayo.+ 2 Kumkani 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+ 2 Kumkani 22:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+ Yeremiya 32:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+ Yeremiya 32:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 “‘Kuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda bangqineke bengabenzi nje bokubi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo kuse phambili;+ kuba oonyana bakaSirayeli bayandicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’+ utsho uYehova.
17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+
17 ngenxa yokuba beye bandishiya baza baqhumisa umbingelelo kwabanye oothixo+ ukuze bandicaphukise ngawo wonke umsebenzi wezandla zabo,+ yaye umsindo wam uyavutha nxamnye nale ndawo kwaye awuyi kucinywa.’”’+
29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+
30 “‘Kuba oonyana bakaSirayeli noonyana bakaYuda bangqineke bengabenzi nje bokubi emehlweni am, ukususela ebutsheni babo kuse phambili;+ kuba oonyana bakaSirayeli bayandicaphukisa ngomsebenzi wezandla zabo,’+ utsho uYehova.