IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 31:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Wothi ke uvuthe umsindo wam kuso ngaloo mini,+ ndize ngokuqinisekileyo ndisishiye+ yaye ndibufihle ubuso bam kuso,+ sidliwe kuthi tu; sifikelwe yintlekele nakukubandezeleka okuninzi,+ yaye konyanzeleka sithi ngaloo mini, ‘Akungenxa yokuba uThixo engekho phakathi kwethu na le nto sifikelwe yile ntlekele?’+

  • Duteronomi 32:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko wathi, ‘Mandibufihle ubuso bam kubo,+

      Ndibone ukuba baya kuphelela phi na.

      Ngokuba basisizukulwana esigwenxa,+

      Ngoonyana abangathembekanga.+

  • Hezekile 39:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Neentlanga ziya kwazi ukuba indlu kaSirayeli, yaya ekuthinjweni+ ngenxa yesiphoso sayo, kuba yaziphatha ngokungathembeki kum, kangangokuba ndabufihla ubuso bam kuyo+ ndaza ndayinikela esandleni seentshaba zayo, yaza yawa yonke likrele.+

  • Mika 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngelo xesha baya kumemeza kuYehova becela uncedo, kodwa akayi kubaphendula.+ Uya kubufihla ubuso bakhe kubo ngelo xesha,+ ngenxa yobubi ababenzileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share