IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ekufikeni kwenyanga yesixhenxe+ oonyana bakaSirayeli babekwizixeko zabo. Yaye abantu bahlanganisana eYerusalem+ njengamntu mnye.+

  • Ezra 9:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ke kaloku ubabalo+ oluvela kuYehova uThixo wethu luye lwafika umzuzwana ngokusishiyela abo baye basinda+ nangokusinika isikhonkwane endaweni yakhe engcwele, ukuze amehlo ethu akhanye,+ Thixo wethu, nokusivuselela kancinane kubukhoboka bethu.+

  • Isaya 12:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+

  • Isaya 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye abantu bam baya kuhlala kwindawo yokuhlala enoxolo nakwiindawo zokuhlala zentembelo epheleleyo nakwiindawo zokuphumla ezingaphazamisekiyo.+

  • Yeremiya 30:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Wena ke, musa ukoyika, mkhonzi wam Yakobi,” utsho uYehova, “ungangenwa nalunkwantyo, Sirayeli.+ Kuba yabona, ndikusindisa usekude nenzala yakho kwilizwe lokuthinjwa kwayo.+ Kwaye uYakobi ngokuqinisekileyo uya kubuya, angaphazanyiswa aze ahlale ngokukhululeka, yaye akuyi kubakho bani umngcangcazelisayo.”+

  • Hezekile 28:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Akusayi kuphinda ke kubekho liva linobuhlungu okanye liva libuhlungu kwindlu kaSirayeli eliphuma kubo bonke abo babajikelezileyo,+ abo babagculelayo; bazi abantu ukuba ndiyiNkosi enguMongami uYehova.”’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share