Duteronomi 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Uze ungenzi njalo kuYehova uThixo+ wakho, kuba yonke into ecekisekayo nethiyekileyo kuYehova, ziyenzile koothixo bazo, ngokuba kwanoonyana bazo neentombi zazo zizitshisa rhoqo emlilweni koothixo bazo.+ 1 Kumkani 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni. 2 Kumkani 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+ 2 Kronike 28:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+ INdumiso 106:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Babebingelela ngoonyana babo+Nangeentombi zabo kwiidemon.+ Yeremiya 7:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+ Hezekile 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho owazizalela mna,+ wabingelela ngazo ukuze ziqwengwe+—azanelanga na ezo izenzo zakho zobunongogo? 1 Korinte 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+
31 Uze ungenzi njalo kuYehova uThixo+ wakho, kuba yonke into ecekisekayo nethiyekileyo kuYehova, ziyenzile koothixo bazo, ngokuba kwanoonyana bazo neentombi zazo zizitshisa rhoqo emlilweni koothixo bazo.+
7 Kungoko awathi uSolomon wamakhela indawo ephakamileyo+ uKemoshe+ into elizothe+ yakwaMowabhi kwintaba+ eyayiphambi+ kweYerusalem, noMoleki into elizothe yoonyana baka-Amoni.
17 baqhubeka bedlulisa oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ bevumisa,+ behlaba izihlabo,+ yaye baqhubeka bezithengisela+ ukwenza okubi emehlweni kaYehova, ukuze bamcaphukise;+
3 Yena waqhumisa+ umbingelelo kwintlambo yonyana kaHinom+ waza watshisa oonyana bakhe+ emlilweni, ngokwezinto ezicekisekayo+ zeentlanga ezo uYehova wazigxothayo phambi koonyana bakaSirayeli.+
31 Kwaye bazakhile iindawo eziphakamileyo zaseTofete,+ esentlanjeni yoonyana bakaHinom,+ ukuze batshise oonyana babo neentombi zabo emlilweni,+ nto leyo ndingabayalelanga yona nengathanga qatha entliziyweni yam.’+
20 “‘Wathabatha oonyana bakho neentombi zakho owazizalela mna,+ wabingelela ngazo ukuze ziqwengwe+—azanelanga na ezo izenzo zakho zobunongogo?
20 Hayi anditsho; kodwa ndithi izinto iintlanga ezizibingelelayo zizibingelela kwiidemon,+ kungekhona kuThixo; kwaye andifuni nibe nesabelo needemon.+