IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 31:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 Ngokukhawuleza nje bakukugqiba konke oku, amaSirayeli onke+ awayefunyanwa ezixekweni zakwaYuda,+ aqhekeza iintsika ezingcwele+ aza agawula izibonda ezingcwele+ adiliza iindawo eziphakamileyo+ nezibingelelo+ kulo lonke elakwaYuda+ nelakwaBhenjamin nakwaEfrayim+ nakwaManase+ bade bazigqiba; emva koko bonke oonyana bakaSirayeli babuyela ezixekweni zabo, ngamnye kwilifa lakhe.

  • 2 Kronike 34:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 wadiliza kwanezibingelelo+ nezibonda ezingcwele,+ nemifanekiso eqingqiweyo+ wayityumza wayicola yaba ngumgubo;+ nazo zonke iziganga zeziqhumiso+ wazigawula kulo lonke ilizwe lakwaSirayeli, emva koko wabuyela eYerusalem.

  • Yeremiya 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 xa oonyana babo bezikhumbula izibingelelo zabo nezibonda zabo ezingcwele ecaleni komthi onabileyo, phezu kweenduli eziphakamileyo,+

  • Hezekile 36:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ndiza kunifefa ngamanzi ahlambulukileyo, nihlambuluke;+ ekungcoleni+ kwenu konke nakwizithixo zenu ezinezothe zonke ndiya kunihlambulula.+

  • Hoseya 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “Kuba uEfrayim wandise izibingelelo ukuze one.+ Umise izibingelelo ukuze one.+

  • Hoseya 14:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “UEfrayim uya kuthi, ‘Ndisenanto yakwenza ngantoni na nezithixo?’+

      “Mna ngokuqinisekileyo ndiya kuphendula yaye ndiya kuqhubeka ndimkhangela.+ Ndinjengomthi onabileyo wejunipha.+ Siyafunyanwa kum isiqhamo sakho.”

  • Zekariya 13:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Kuya kuthi ke ngaloo mini,” utsho uYehova wemikhosi, “ndiwanqumle amagama ezithixo elizweni,+ zingabi sakhunjulwa kwakhona; kwanabaprofeti+ nomoya wokungcola ndiya kuwudlulisa ungabikho elizweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share