2 Kumkani 18:37 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake. 2 Kumkani 19:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngaphezulu, wathumela uEliyakim,+ owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala namadoda amakhulu ababingeleli begqubuthele ngamarhonya kuIsaya+ umprofeti unyana ka-Amotsi.+ Isaya 36:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+ Isaya 37:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngokubhekele phaya, wathumela uEliyakim+ owayongamele indlu, noShebhena unobhala+ namadoda amakhulu ababingeleli+ begqubuthele ngamarhonya ukuba baye kuIsaya+ unyana ka-Amotsi umprofeti.+
37 Kodwa uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu owayegcina ingxelo beza kuHezekiya izambatho zabo zikrazuliwe+ baza bamxelela la mazwi kaRabheshake.
2 Ngaphezulu, wathumela uEliyakim,+ owayongamele indlu, noShebhena+ unobhala namadoda amakhulu ababingeleli begqubuthele ngamarhonya kuIsaya+ umprofeti unyana ka-Amotsi.+
3 Ngoko uEliyakim+ unyana kaHilekiya, owayongamele indlu weza kuye, noShebhena+ unobhala noYowa+ unyana ka-Asafu+ owayegcina ingxelo.+
2 Ngokubhekele phaya, wathumela uEliyakim+ owayongamele indlu, noShebhena unobhala+ namadoda amakhulu ababingeleli+ begqubuthele ngamarhonya ukuba baye kuIsaya+ unyana ka-Amotsi umprofeti.+