Eksodus 3:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+ Duteronomi 31:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+ Yoshuwa 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+ Yeremiya 15:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Ndikwenze udonga olunqatyisiweyo kwesi sizwana;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kulwa nawe, kodwa asiyi kukoyisa.+ Kuba ndinawe, ukuze ndikusindise nokuze ndikuhlangule,”+ utsho uYehova. IZenzo 18:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ngenxa yokuba ndinawe+ yaye akukho mntu uya kukuhlasela aze akwenze okubi; kuba ndinabantu abaninzi kwesi sixeko.” IZenzo 26:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 ngoxa ndikuhlangula kwesi sizwana nakwiintlanga, endikuthuma kuzo,+ 2 Korinte 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+ Hebhere 13:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+
12 Wathi kuye: “Ngokuba ndiya kuba nawe,+ yaye nanku umqondiso wokuba ndim okuthumeleyo:+ Wakuba ubakhuphile abantu eYiputa, niya kumkhonza uTHIXO oyinyaniso kule ntaba.”+
6 Yibani nesibindi, nomelele.+ Musani ukoyika okanye nothuke phambi kwazo,+ ngokuba nguYehova uThixo wakho ohamba nawe. Akayi kukulahla okanye akushiye ngokupheleleyo.”+
5 Akukho bani uya kuma ngokuqinileyo phambi kwakho yonke imihla yobomi bakho.+ Kanye njengoko ndaba noMoses nawe ndiya kuba nawe.+ Andiyi kukulahla okanye ndikushiye ngokupheleleyo.+
20 “Ndikwenze udonga olunqatyisiweyo kwesi sizwana;+ yaye ngokuqinisekileyo siya kulwa nawe, kodwa asiyi kukoyisa.+ Kuba ndinawe, ukuze ndikusindise nokuze ndikuhlangule,”+ utsho uYehova.
10 ngenxa yokuba ndinawe+ yaye akukho mntu uya kukuhlasela aze akwenze okubi; kuba ndinabantu abaninzi kwesi sixeko.”
10 Wasihlangula entweni enkulu kangako enjengokufa yaye uyasihlangula nangoku;+ kwaye sinethemba lokuba usaya kusihlangula ngokubhekele phaya.+
6 Ngoko ke masomelele+ kakhulu size sithi: “UYehova ungumncedi wam; andiyi koyika. Angandenza ntoni na umntu?”+