Hezekile 2:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+ Hezekile 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Khangela! Ndibenze ubuso bakho balukhuni kanye njengobuso babo+ nebunzi lakho lalukhuni kanye njengamabunzi abo.+
6 “Wena ke, nyana womntu, musa ukuboyika;+ namazwi abo ungawoyiki, ngenxa yokuba baneenkani+ kwaye bayahlaba+ yaye uhlala phakathi koonomadudwane.+ Amazwi abo ungawoyiki,+ ungankwantyiswa nabubuso babo,+ kuba bayindlu enemvukelo.+
8 Khangela! Ndibenze ubuso bakho balukhuni kanye njengobuso babo+ nebunzi lakho lalukhuni kanye njengamabunzi abo.+