IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 106:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Bamlibala uThixo uMsindisi wabo,+

      UMenzi wezinto ezinkulu eYiputa,+

  • Isaya 17:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kuba umlibele+ uTHIXO wosindiso lwakho;+ neLiwa+ lenqaba yakho akulikhumbulanga. Kungenxa yoko le nto utyala izityalo ezithandekayo, ubeka nehlumelo lowasemzini.

  • Yeremiya 13:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Liqashiso lakho elo, isahlulo osilinganiselweyo sivela kum,”+ utsho uYehova, “ngenxa yokuba undilibele+ kwaye uhlala ukholosa ngobuxoki.+

  • Yeremiya 18:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Kuba abantu bam bandilibele+ ngokuthi baqhumisele umbingelelo kokungento yanto,+ nangokuthi bakhubekise abantu ezindleleni zabo,+ umendo wakudala,+ ukuze bahambe ezindleleni, endleleni engalungelelaniswanga,

  • Hoseya 8:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye uSirayeli wamlibala uMenzi wakhe+ waza wakha iitempile;+ noYuda wazandisa izixeko ezinqatyisiweyo.+ Yaye ngokuqinisekileyo ndiya kuthumela umlilo kwizixeko zakhe uze uqwenge iinqaba zokuhlala zakhe ngamnye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share