IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 16:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngoko uAhazi wathumela abathunywa kuTigelati-pilesere+ ukumkani waseAsiriya, esithi: “Ndingumkhonzi wakho+ nonyana wakho. Nyuka uze kundisindisa+ entendeni kakumkani waseSiriya nasentendeni kakumkani wakwaSirayeli, abandivukelayo.”

  • 2 Kronike 28:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Yaye waqalisa ukubingelela koothixo+ baseDamasko+ abamxabelayo, wahlabela mgama esithi: “Ngenxa yokuba oothixo bookumkanibaseSiriya bayabanceda,+ ndiya kubingelela kubo, ukuze bandincede.”+ Yaye bona baba sisikhubekiso kuye nakuSirayeli ephela.+

  • Yeremiya 2:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Yaye ngoku uyixhalabele ngantoni na indlela yaseYiputa+ ukuze usele amanzi aseShihore?+ Kwaye uyixhalabele ngantoni na indlela yaseAsiriya+ ukuze usele amanzi oMlambo?

  • Hezekile 23:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 “UOhola ke wazenza unongogo,+ ngoxa wayesephantsi kwam, waza wakhanuka abo bathandana naye,+ ama-Asiriya,+ awayekufuphi,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share