IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yeremiya 14:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Waza uYehova wahlabela mgama wathi kum: “Abaprofeti baprofeta ubuxoki egameni lam.+ Andibathumanga, ndingabayalelanga okanye ndathetha kubo.+ Baniprofetela umbono wobuxoki nokuvumisa nento engenaxabiso+ nenkohliso yentliziyo yabo.+

  • Yeremiya 29:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kuba utsho uYehova wemikhosi, uTHIXO kaSirayeli, ukuthi: “Ningakhohliswa ngabaprofeti benu abaphakathi kwenu nabo benu abavumisayo,+ yaye musani ukuwaphulaphula amaphupha abo abawaphuphayo.+

  • IZililo 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Abaprofeti bakho bakubonele izinto ezingento yanto nezinganelisiyo,+

      Kwaye abasityhilanga isiphoso sakho ukuze ubuye ekuthinjweni,+

      Kodwa bakubonela izibhengezo ezingento yanto nezilahlekisayo.+

  • 2 Petros 2:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Noko ke, kwakukho abaprofeti bobuxoki phakathi kwabantu, njengoko naphakathi kwenu kuya kubakho abafundisi bobuxoki.+ Bona kanye aba baya kungenisa ngasese amahlelo atshabalalisayo yaye baya kumkhanyela nomnini owabathengayo,+ bezizisela intshabalalo ekhawulezileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share