IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 25:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Yaye wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nezindlu zawo onke amadoda abalaseleyo wazitshisa ngomlilo.+

  • Yeremiya 32:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kwaye amaKhaledi alwa nesi sixeko amele afike aze aphembe umlilo kwesi sixeko, asitshise+ kunye nezindlu ezo baqhumisele uBhahali umbingelelo phezu kophahla lwazo baza bathulula umnikelo othululwayo kwabanye oothixo ngenjongo yokundicaphukisa.’+

  • Yeremiya 38:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Bonke abafazi bakho noonyana bakho abakhuphela kumaKhaledi, yaye wena akuyi kusinda esandleni sawo,+ kodwa uya kubanjwa ngesandla sokumkani waseBhabhiloni, kwaye ngenxa yakho esi sixeko siya kutshiswa ngomlilo.”+

  • Yeremiya 39:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Indlu yokumkani nezindlu zabantu amaKhaledi azitshisa ngomlilo,+ neendonga zaseYerusalem azidiliza.+

  • Yeremiya 52:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Wayitshisa indlu kaYehova+ nendlu kakumkani nazo zonke izindlu zaseYerusalem;+ nayo yonke indlu enkulu wayitshisa ngomlilo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share