Yobhi 19:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yazini, ke ngoko, ukuba uThixo undilahlekisile,Yaye undivingcele ngomnatha wakhe wokuzingela.+ INdumiso 66:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Usingenisa emnatheni wokuzingela;+Ubeke ingcinezelo esinqeni sethu. Yeremiya 52:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+ IZililo 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ekwindawo ephakamileyo uthumele umlilo emathanjeni am,+ yaye woyise ngalinye.Uzanekele umnatha iinyawo zam.+ Undibuyisele umva.Undenze umfazi ophanzisiweyo. Imini yonke ndiyagula.+ Hezekile 17:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+ Hezekile 19:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Zaza iintlanga ezazivela macala onke kumaphondo zamisa umnatha wazo nxamnye nalo,+ zawaneka phezu kwalo.+ Labanjiswa emhadini wazo.+ Hezekile 32:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kwaneka phezu kwakho umnatha wam+ ngebandla lezizwana ezininzi, yaye ngokuqinisekileyo ziya kukuzisa emnatheni wam orhuqwayo.+ Hoseya 5:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Yivani oku, babingeleli,+ ninikele ingqalelo, nina ndlu kaSirayeli, nani, ndlu yokumkani,+ bekani indlebe, ngokuba uze kuni umgwebo lo; ngenxa yokuba nibe sisibatha+ eMizpa naza nanjengomnatha owanekwa eTibhore.+ Hoseya 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+ Luka 21:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 njengomgibe.+ Kuba iya kubazela bonke abahleliyo phezu kobuso bawo wonke umhlaba.+
9 Wandula ke wambamba ukumkani waza wamnyusa wamsa kukumkani waseBhabhiloni+ eRibhela+ kwilizwe laseHamati,+ ukuze avakalise kuye isigwebo.+
13 Ekwindawo ephakamileyo uthumele umlilo emathanjeni am,+ yaye woyise ngalinye.Uzanekele umnatha iinyawo zam.+ Undibuyisele umva.Undenze umfazi ophanzisiweyo. Imini yonke ndiyagula.+
20 Ndiza kuwaneka phezu kwakhe umnatha wam, yaye ngokuqinisekileyo uya kubanjiswa ngumnatha wam wokuzingela;+ kwaye ndiya kumsa eBhabhiloni ndize ndimgwebe apho ngenxa yokungathembeki kwakhe enze ngako kum.+
8 Zaza iintlanga ezazivela macala onke kumaphondo zamisa umnatha wazo nxamnye nalo,+ zawaneka phezu kwalo.+ Labanjiswa emhadini wazo.+
3 “Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Ndiza kwaneka phezu kwakho umnatha wam+ ngebandla lezizwana ezininzi, yaye ngokuqinisekileyo ziya kukuzisa emnatheni wam orhuqwayo.+
5 “Yivani oku, babingeleli,+ ninikele ingqalelo, nina ndlu kaSirayeli, nani, ndlu yokumkani,+ bekani indlebe, ngokuba uze kuni umgwebo lo; ngenxa yokuba nibe sisibatha+ eMizpa naza nanjengomnatha owanekwa eTibhore.+
12 “Nayiphi na indlela abayihambayo, ndiya kuwaneka phezu kwabo umnatha wam.+ Njengezidalwa eziphaphazelayo zasemazulwini ndiya kubahlisa.+ Ndiya kubaqeqesha ngokuvumelana nengxelo yendibano yabo.+