24 “‘Ulapho uElam+ nesihlwele sakhe sijikeleze ingcwaba lakhe, bonke ngababuleweyo, abo bawa likrele, abo behle bengalukanga baya kwilizwe langaphantsi, abo babangele unkwantyo kwilizwe labaphilayo; yaye baya kukuthwala ukuthotywa kwabo kunye nabo behla baye emhadini.+