Yeremiya 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba abalusi baziphethe ngokungenangqiqo,+ kwaye abamfunanga uYehova.+ Kungenxa yoko le nto bengenzanga ngengqiqo, yaye zonke izilwanyana zabo ezisemadlelweni zichithachithekile.”+ Yeremiya 23:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova. Hezekile 34:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli. Profeta, uthi kubo, kubalusi abo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha abalusi bakwaSirayeli,+ abazondlayo bona ngokwabo!+ Asingomhlambi na abafanele bawondle abalusi?+ Zekariya 11:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 obathengi bawo bawubulalayo+ nangona bengazange bagqalwe benetyala.+ Nabo bawuthengisayo+ bathi: “Ngamana angabongwa uYehova, ngoxa ndiya kuzuza ubutyebi.”+ Nabalusi bawo ababonisi mfesane kuwo.’+
21 Kuba abalusi baziphethe ngokungenangqiqo,+ kwaye abamfunanga uYehova.+ Kungenxa yoko le nto bengenzanga ngengqiqo, yaye zonke izilwanyana zabo ezisemadlelweni zichithachithekile.”+
2 Ngoko ke utsho uYehova uTHIXO kaSirayeli nxamnye nabalusi abalusa abantu bam ukuthi: “Nina nizichithachithile izimvu zam; nazisasaza, anazinikela ngqalelo.”+ “Yabonani, ndiphethulela ingqalelo yam kuni ngenxa yobubi bezenzo zenu,”+ utsho uYehova.
2 “Nyana womntu, profeta ngabalusi bakwaSirayeli. Profeta, uthi kubo, kubalusi abo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Yeha abalusi bakwaSirayeli,+ abazondlayo bona ngokwabo!+ Asingomhlambi na abafanele bawondle abalusi?+
5 obathengi bawo bawubulalayo+ nangona bengazange bagqalwe benetyala.+ Nabo bawuthengisayo+ bathi: “Ngamana angabongwa uYehova, ngoxa ndiya kuzuza ubutyebi.”+ Nabalusi bawo ababonisi mfesane kuwo.’+