IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kumkani 21:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Wakha izibingelelo endlwini kaYehova,+ leyo uYehova wayethe ngayo: “Ndiya kulibeka eYerusalem igama lam.”+

  • 2 Kronike 33:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngaphezu koko, wabeka umfanekiso oqingqiweyo+ awayewenzile endlwini kaTHIXO oyinyaniso,+ leyo uThixo wayethe ngayo kuDavide nakuSolomon unyana wakhe: “Kule ndlu naseYerusalem, leyo ndiyinyuleyo+ kuzo zonke izizwe zakwaSirayeli, ndiya kubeka igama lam+ kuse kwixesha elingenammiselo.+

  • Yeremiya 34:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Nina ke niyajika namhlanje nenza oko kuthe tye emehlweni am ngokubhengeza inkululeko ngamnye kwiqabane lakhe, kwaye nenza umnqophiso phambi kwam+ kule ndlu ebizwe ngegama lam.+

  • Hezekile 20:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 “Yaye nina, ndlu kaSirayeli, itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi, ‘Hambani niye kukhonza ngamnye kuni izithixo zakhe ezinezothe.+ Kwaye emva koko ukuba anindiphulaphuli, ngoko igama lam elingcwele aniyi kuphinda nilihlambele ngezipho zenu nangezithixo zenu ezinezothe.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share