IMizekeliso 21:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+ Isaya 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele. Yeremiya 7:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 nize ke nifike nime phambi kwam kule ndlu elibiziweyo kuyo igama lam,+ nithi, ‘Ngokuqinisekileyo siya kuhlangulwa,’ phezu kwako nje ukwenza zonke ezi zinto zicekisekayo? Hezekile 23:39 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 39 Bakuba ke bexhelele izithixo zabo ezinezothe+ oonyana babo bada beza nasengcweleni yam ngaloo mini ukuze bayihlambele,+ khangela! benze oko ngaphakathi endlwini yam.+
27 Umbingelelo wabangendawo yinto ecekisekayo.+ Kobeka phi na xa ubani ewuzisa kunye nehambo evakalala.+
13 Yekani ukuzisa nayiphi na iminikelo engakumbi yokudla okuziinkozo engenaxabiso.+ Isiqhumiso—siyinto ecekisekayo kum.+ Ukuthwasa kwenyanga+ nesabatha,+ ukubizwa kwendibano+—andinakukunyamezela ukusetyenziswa kwamandla angaqhelekanga+ kunye nendibano engcwele.
10 nize ke nifike nime phambi kwam kule ndlu elibiziweyo kuyo igama lam,+ nithi, ‘Ngokuqinisekileyo siya kuhlangulwa,’ phezu kwako nje ukwenza zonke ezi zinto zicekisekayo?
39 Bakuba ke bexhelele izithixo zabo ezinezothe+ oonyana babo bada beza nasengcweleni yam ngaloo mini ukuze bayihlambele,+ khangela! benze oko ngaphakathi endlwini yam.+