IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Wandula wathi: “Ukuba ndikholekile emehlweni akho, Yehova, nceda uhambe phakathi kwethu,+ kuba esi sizwana sintamo-lukhuni,+ ngoko ke sixolele isiphoso sethu nesono sethu,+ usenze ilifa lakho.”+

  • Nehemiya 9:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 “Kwaye bona ookhokho bethu, bakhukhumala+ bayenza lukhuni intamo yabo,+ yaye abazange bayiphulaphule imiyalelo yakho.

  • Yeremiya 3:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngoko umvumbi uthintelwe,+ nemvula yasentwasahlobo ayifikanga.+ Usuke wanebunzi lomfazi ongunongogo. Walile ukuziva uthotyiwe.+

  • Yeremiya 5:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Owu Yehova, amehlo akho akakho ekuthembekeni na?+ Ubabethile,+ kodwa abakhange bagule.+ Ubatshabalalisile.+ Balile ukwamkela uqeqesho.+ Babenze balukhuni ubuso babo kunengxondorha.+ Balile ukubuya.+

  • Yeremiya 7:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Kodwa abazange bandiphulaphule, yaye abazange bayithobe indlebe yabo,+ kodwa baqhubeka beyenza lukhuni intamo yabo.+ Benza okubi ngakumbi kunookhokho babo!+

  • Hezekile 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Noonyana abanobuso obusileyo+ nentliziyo elukhuni+—ndikuthumela kubo, yaye umele uthi kubo, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova.’

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share