Yeremiya 11:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+ Yeremiya 17:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+ Yeremiya 20:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+ Yeremiya 37:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Iinkosana+ ke zamcaphukela uYeremiya,+ zambetha+ zaza zamfaka endlwini yamakhamandela,+ endlwini kaYehonatan+ unobhala, kuba yiyo le ezaziyenze indlu yamabanjwa.+
20 Kodwa uYehova wemikhosi ugweba ngobulungisa;+ ugocagoca izintso nentliziyo.+ Owu ukuba nje ndingabona impindezelo yakho kubo, kuba ndisityhile kuwe isimangalo sam.+
18 Abatshutshisi bam mabahlaziswe,+ kodwa mna ngokobuqu mandingahlaziswa.+ Mayibe ngabo abangenwa lunkwantyo, kodwa mna ngokobuqu mandingangenwa lunkwantyo. Bazisele umhla wentlekele,+ uze ubaphule ngokuwa okukhulu ngokuphindwe kabini.+
11 Kodwa uYehova wayenam+ njengalowo unamandla ngokunkwantyisayo.+ Kungenxa yoko le nto bona kanye abo banditshutshisayo beya kukhubeka baze bangoyisi.+ Ngokuqinisekileyo baya kuhlaziswa, ngenxa yokuba bengayi kuphumelela. Ukuthotywa kwabo okuhlala ngokungenammiselo kuya kuba kokungayi kulibaleka.+
15 Iinkosana+ ke zamcaphukela uYeremiya,+ zambetha+ zaza zamfaka endlwini yamakhamandela,+ endlwini kaYehonatan+ unobhala, kuba yiyo le ezaziyenze indlu yamabanjwa.+