2 Samuweli 19:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho. IMizekeliso 20:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ohamba njengomnyelisi utyhila igqugula;+ yaye olukuhlwa yimilebe ungabi nabudlelane naye.+ Yeremiya 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Zilindeni ngamnye nxamnye neqabane lakhe,+ nize ningakholosi ngabantakwenu konke konke.+ Kuba ngokuqinisekileyo mntakwenu ngamnye uya kurhwaphiliza,+ neqabane ngalinye liya kuhamba linyelisa+
27 Ngoko yena wamnyelisa+ umkhonzi wakho enkosini yam ukumkani. Kodwa inkosi yam ukumkani injengengelosi+ kaTHIXO oyinyaniso, ngoko ke yenza okulungileyo emehlweni akho.
4 “Zilindeni ngamnye nxamnye neqabane lakhe,+ nize ningakholosi ngabantakwenu konke konke.+ Kuba ngokuqinisekileyo mntakwenu ngamnye uya kurhwaphiliza,+ neqabane ngalinye liya kuhamba linyelisa+