IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 78:58
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 58 Yaye baqhubeka bemcaphukisa ngeendawo zabo eziphakamileyo,+

      Nangemifanekiso yabo eqingqiweyo baqhubeka bemenza abe nekhwele.+

  • Isaya 57:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 abo bavutha yinkanuko phakathi kwemithi emikhulu,+ phantsi kwayo yonke imithi enabileyo,+ nibulala ngogonyamelo abantwana ezintlanjeni phantsi kweemfanta zengxondorha?+

  • Hezekile 6:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Nina kuya kufuneka nazi ukuba ndinguYehova,+ xa ababuleweyo bephakathi kwezithixo+ zabo ezinezothe, macala onke ezibingelelweni zabo,+ phezu kweenduli+ zonke eziphakamileyo, kuzo zonke iincopho zeentaba+ naphantsi kwayo yonke imithi enabileyo+ naphantsi kwayo yonke imithi emikhulu eshinyeneyo ngamasebe,+ indawo apho banikele khona ivumba elithozamisayo kwizithixo zabo zonke ezinezothe.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share